Item Group
Sicele uphendule lemibuzo ilandelayo, malunga nendlela isifo sakho sesikhumba esiyitshintshe ngayo indlela obuphila ngayo KULEVEKI EPHELILEYO.
C0281822 (UMLS CUI-1)
C2987125 (UMLS CUI-2)
Item
Kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho sirhawuzele, siqaqambe, sibebuhlungu okanye sihlabe kangakanani?
integer
C0033774 (UMLS CUI [1])
Code List
Kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho sirhawuzele, siqaqambe, sibebuhlungu okanye sihlabe kangakanani?
CL Item
Kakhulu gqitha (1)
C2984081 (UMLS CUI-1)
CL Item
Kakhulu (2)
C2984080 (UMLS CUI-1)
CL Item
Kancinci (3)
C2984078 (UMLS CUI-1)
CL Item
Bekungeko ngxaki mpela (4)
C2984077 (UMLS CUI-1)
Item
Kuleveki ephelileyo, ubenentloni okanye awakwazi ukuzithemba kangakanani ngenxa yesikhumba sakho?
integer
C3274930 (UMLS CUI [1])

Kuleveki ephelileyo isikhumba sakho siphazamisene kangakanani nokuphuma kwakho uye evenkileni okanye usebenze endlwini okanye egadini yakho?
integer
C0150768 (UMLS CUI [1])

Awunxumelelananga nam lombuzo (0)
C3844726 (UMLS CUI-1)
Item
Kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho sibe nefuthe kangakanani nempahla oyinxibayo?
integer
C0009072 (UMLS CUI [1])

Kuleveki ephelileyo ingaba isifo sesikhumba siyiphazamise kangakanani na impilo yakho yasekuhlaleni okanye eyolonwabo?
integer
C2371613 (UMLS CUI [1])

Kuleveki ephelileyo isikhumba sakho senze kwanzima kangakanani ukuba udlale nawuphi na kwezemidlalo?
integer
C0038039 (UMLS CUI [1])

Kuleveki ephelileyo, ingaba isikhumba sakho sikwenze awakwazi ukusebenza okanye ukufunda na?
integer
C0425082 (UMLS CUI [1])
Code List
Kuleveki ephelileyo, ingaba isikhumba sakho sikwenze awakwazi ukusebenza okanye ukufunda na?
CL Item
Ewe (1)
C1705108 (UMLS CUI-1)
CL Item
Hayi (2)
C1298908 (UMLS CUI-1)
CL Item
Awunxumelelananga nam lombuzo (0)
C3844726 (UMLS CUI-1)
Item
Ukuba impendulo ngu “hayi”, kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho sibeyingxaki engakanani emsebenzini okanye ekufundeni?
integer
C0425101 (UMLS CUI [1])
Code List
Ukuba impendulo ngu “hayi”, kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho sibeyingxaki engakanani emsebenzini okanye ekufundeni?
CL Item
Kakhulu (2)
C3833424 (UMLS CUI-1)
CL Item
Kancinci (1)
C2984078 (UMLS CUI-1)
CL Item
Bekungeko ngxaki mpela (0)
C2984077 (UMLS CUI-1)
Item
Kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho senze iingxaki ezingakanani na neqabane lakho, abahlobo okanye izalamane zakho?
integer
C0236858 (UMLS CUI [1])
Code List
Kuleveki ephelileyo, isikhumba sakho senze iingxaki ezingakanani na neqabane lakho, abahlobo okanye izalamane zakho?
CL Item
Kakhulu gqitha (1)
C2984081 (UMLS CUI-1)
CL Item
Kakhulu (2)
C2984080 (UMLS CUI-1)
CL Item
Kancinci (3)
C2984078 (UMLS CUI-1)
CL Item
Bekungeko ngxaki mpela (4)
C2984077 (UMLS CUI-1)
CL Item
Awunxumelelananga nam lombuzo (0)
C3844726 (UMLS CUI-1)
Item
Kuleveki ephelileyo ingaba isikhumba sakho sikwenzele iingxaki ezingakanani na xa ubusabelana ngesondo nesithandwa sakho (kukuthi oko xa ulele nowakwakho)?
integer
C0260667 (UMLS CUI [1])

Kuleveki ephelileyo ibengakanani ingxaki yempatho yesikhumba, umzekelo ukwenza ikhaya mdaka okanye ukuthabatha ixesha lakho?
integer
C0679859 (UMLS CUI [1])